Umz'obiweyo

Umz'obiweyo

Paperback Published on: 19/11/1996; Language: Xhosa
Price: £6.95
Free UK delivery on orders over £25, otherwise £3.99
Make and edit your lists in your account
No stock available in any shop.
No stock available in any shop.

Synopsis

Abantu belali kaNandi boyika inabulele, irhamncwa elihlala kwichibi elinzulu elilapha kufutshane nale lali. Ngenye imini iintombi zalapha kule lali zenzela uNandi iyelenqe. Utata wakhe, ukumkani, wacaphuka kakhulu yile nto. Wathi ezi ntombi angazixolela kuphela xa zinokubulala inabulele zizi zimphathele isikhumba sayo. Kodwa zingayoyisa njani inabulele ezi ntombi? IsiXhosa version of a Nguni myth about a white-skinned monster that ate people.

Publisher information

  • Publisher: Kwela Books
  • ISBN: 9780795700231
  • Number of pages: 32
  • Dimensions: 222 x 152 mm
  • Weight: 73g
  • Languages: Xhosa

Customer Reviews